2 Samuweli 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Mna ndiya kuba nguyise,+ yona ibe ngunyana wam.+ Xa ithe yenza ububi, ndiza kuyohlwaya ngentonga+ yabantu nangemivumbo yoonyana baka-Adam. Mateyu 5:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Banoyolo abanoxolo,+ kuba baya kubizwa ngokuba ‘ngoonyana+ bakaThixo.’ Hebhere 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba kwakufanelekile ukuba lowo zibekho ngenxa yakhe zonke izinto+ nezibekho ngaye zonke izinto, ekuziseni oonyana abaninzi eluzukweni,+ enze uMmeli Oyintloko+ wosindiso lwabo agqibelele ngazo iimbandezelo.+
14 Mna ndiya kuba nguyise,+ yona ibe ngunyana wam.+ Xa ithe yenza ububi, ndiza kuyohlwaya ngentonga+ yabantu nangemivumbo yoonyana baka-Adam.
10 Kuba kwakufanelekile ukuba lowo zibekho ngenxa yakhe zonke izinto+ nezibekho ngaye zonke izinto, ekuziseni oonyana abaninzi eluzukweni,+ enze uMmeli Oyintloko+ wosindiso lwabo agqibelele ngazo iimbandezelo.+