Roma 8:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngaphezu koko, abo abamisele kwangaphambili+ ikwangabo ababizileyo;+ yaye abo ababizileyo ikwangabo abavakalise bengamalungisa.+ Ekugqibeleni abo abavakalise bengamalungisa ikwangabo abazukisileyo.+ 1 Korinte 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Uthembekile+ uThixo, enathi ngaye nabizelwa kuko ukwabelana+ noNyana wakhe uYesu Kristu iNkosi yethu. Filipi 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 ndisukela umvuzo+ wobizo+ lwaphezulu lukaThixo ngoKristu Yesu. 1 Tesalonika 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 ukuze niqhubeke nihamba+ ngokumfaneleyo uThixo onibizela+ ebukumkanini+ nakuzuko lwakhe. 2 Timoti 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yena wasisindisa+ waza wasibiza ngobizo olungcwele,+ kungengamisebenzi yethu,+ kodwa ngenxa yobubele bakhe obungasifanelanga ukuze afezekise injongo yakhe. Wasenzela obu bubele bungasifanelanga ngoKristu Yesu kwantlandlolo,+ 2 Petros 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngenxa yoko, bazalwana, yenzani unako-nako wokuqinisekisa ngobizo lwenu+ nokunyulwa kwenu;+ kuba ukuba niqhubeka nizenza ezi zinto anisayi kuze nisilele.+
30 Ngaphezu koko, abo abamisele kwangaphambili+ ikwangabo ababizileyo;+ yaye abo ababizileyo ikwangabo abavakalise bengamalungisa.+ Ekugqibeleni abo abavakalise bengamalungisa ikwangabo abazukisileyo.+
9 Uthembekile+ uThixo, enathi ngaye nabizelwa kuko ukwabelana+ noNyana wakhe uYesu Kristu iNkosi yethu.
9 Yena wasisindisa+ waza wasibiza ngobizo olungcwele,+ kungengamisebenzi yethu,+ kodwa ngenxa yobubele bakhe obungasifanelanga ukuze afezekise injongo yakhe. Wasenzela obu bubele bungasifanelanga ngoKristu Yesu kwantlandlolo,+
10 Ngenxa yoko, bazalwana, yenzani unako-nako wokuqinisekisa ngobizo lwenu+ nokunyulwa kwenu;+ kuba ukuba niqhubeka nizenza ezi zinto anisayi kuze nisilele.+