Mateyu 13:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 Asingonyana womchweli na lo?+ Unina akabizwa ngokuba nguMariya na, nabantakwabo asingoYakobi noYosefu noSimon noYudas na? IZenzo 12:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kodwa wawangawangisa+ ngesandla sakhe ukuba bathi cwaka waza wabaxelela ngokweenkcukacha indlela uYehova amkhuphe ngayo entolongweni, yaye wathi: “Zixeleni ezi zinto kuYakobi+ nakubazalwana.” Ngako oko waphuma waza wahambela kwenye indawo. Galati 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa andibonanga nabani na ongomnye kubapostile, ngaphandle kukaYakobi+ kuphela umntakwab’ eNkosi.+
55 Asingonyana womchweli na lo?+ Unina akabizwa ngokuba nguMariya na, nabantakwabo asingoYakobi noYosefu noSimon noYudas na?
17 Kodwa wawangawangisa+ ngesandla sakhe ukuba bathi cwaka waza wabaxelela ngokweenkcukacha indlela uYehova amkhuphe ngayo entolongweni, yaye wathi: “Zixeleni ezi zinto kuYakobi+ nakubazalwana.” Ngako oko waphuma waza wahambela kwenye indawo.
19 Kodwa andibonanga nabani na ongomnye kubapostile, ngaphandle kukaYakobi+ kuphela umntakwab’ eNkosi.+