IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yohane 14:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Endlwini kaBawo zininzi iindawo zokuhlala.+ Kungenjalo, ngendinixelele, ngenxa yokuba ndiyemka ndiya kunilungiselela indawo.+

  • Efese 1:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 ongumqondiso+ wangaphambili welifa lethu,+ ngenjongo yokukhulula ngentlawulelo+ abo [bangabakaThixo],+ ukuze adunyiswe ngokuzukileyo.

  • Kolose 1:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 ngenxa yethemba+ enilibekelweyo emazulwini.+ Eli themba naliva ngaphambili ngokuxelwa kwenyaniso yeendaba ezilungileyo+

  • 2 Timoti 4:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngoko ke ndibekelwe isithsaba sobulungisa,+ eya kuthi iNkosi, umgwebi olilungisa,+ indinike sona njengomvuzo+ ngaloo mini,+ kanti ingendim kuphela, kodwa kwanabo bonke abo bakuthandayo ukubonakaliswa kwayo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share