IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 18:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Ubungafanele na ukuba ube nenceba+ nawe kwikhoboka elilidlelane lakho, njengokuba nam ndiye ndanenceba+ kuwe?’

  • Yohane 15:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Nguwo lo umyalelo wam, wokuba nithandane kanye njengoko ndinithandileyo.+

  • Roma 13:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Musani ukuba natyala lanto nakubani na,+ ngaphandle kwelokuthandana;+ kuba lowo ulithandayo idlelane lakhe uwuzalisekisile umthetho.+

  • 1 Yohane 3:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Uthando+ silubone kwinto yokuba yena wanikela umphefumlo wakhe ngenxa yethu;+ ngoko ke nathi simele sinikele imiphefumlo yethu ngenxa yabazalwana bethu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share