Isaya 25:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Okunene uya kuginya ukufa ngonaphakade,+ yaye iNkosi enguMongami uYehova ngokuqinisekileyo iya kosula iinyembezi ebusweni bonke.+ Nongcikivo lwabantu bakhe uya kulususa emhlabeni wonke,+ kuba uYehova uthethile. Roma 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngenxa yoko, kanye njengokuba isono sangena ngamntu mnye+ ehlabathini nokufa+ ngaso isono, ngaloo ndlela ukufa kwasasazeka kubo bonke abantu ngenxa yokuba bonke bonayo+—. 1 Korinte 15:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Olokugqibela utshaba oluya kutshitshiswa kukufa.+
8 Okunene uya kuginya ukufa ngonaphakade,+ yaye iNkosi enguMongami uYehova ngokuqinisekileyo iya kosula iinyembezi ebusweni bonke.+ Nongcikivo lwabantu bakhe uya kulususa emhlabeni wonke,+ kuba uYehova uthethile.
12 Ngenxa yoko, kanye njengokuba isono sangena ngamntu mnye+ ehlabathini nokufa+ ngaso isono, ngaloo ndlela ukufa kwasasazeka kubo bonke abantu ngenxa yokuba bonke bonayo+—.