2 Kronike 18:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Wahlabela mgama wathi: “Ngoko ke liveni ilizwi likaYehova:+ Ngokuqinisekileyo ndibona uYehova ehleli etroneni+ yakhe yaye wonke umkhosi+ wamazulu umi ngasekunene nangasekhohlo kwakhe.+ Isaya 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Noko ke, ngonyaka wokufa kukaKumkani u-Uziya,+ ndambona uYehova,+ ehleli etroneni+ ephakamileyo nenyukileyo, imibhinqo yakhe izalise itempile.+ ISityhilelo 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Emva kwezi zinto ngoko nangoko ndaba kumandla omoya: yaye, khangela! nantso itrone+ imi endaweni yayo ezulwini,+ kukho ohleliyo etroneni leyo.+
18 Wahlabela mgama wathi: “Ngoko ke liveni ilizwi likaYehova:+ Ngokuqinisekileyo ndibona uYehova ehleli etroneni+ yakhe yaye wonke umkhosi+ wamazulu umi ngasekunene nangasekhohlo kwakhe.+
6 Noko ke, ngonyaka wokufa kukaKumkani u-Uziya,+ ndambona uYehova,+ ehleli etroneni+ ephakamileyo nenyukileyo, imibhinqo yakhe izalise itempile.+
2 Emva kwezi zinto ngoko nangoko ndaba kumandla omoya: yaye, khangela! nantso itrone+ imi endaweni yayo ezulwini,+ kukho ohleliyo etroneni leyo.+