2 Samuweli 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Mna ndiya kuba nguyise,+ yona ibe ngunyana wam.+ Xa ithe yenza ububi, ndiza kuyohlwaya ngentonga+ yabantu nangemivumbo yoonyana baka-Adam.
14 Mna ndiya kuba nguyise,+ yona ibe ngunyana wam.+ Xa ithe yenza ububi, ndiza kuyohlwaya ngentonga+ yabantu nangemivumbo yoonyana baka-Adam.