Roma 16:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 UThixo onika uxolo+ uya kumtyumza uSathana+ kamsinya phantsi kweenyawo zenu. Ngamana ububele obungasifanelanga beNkosi yethu uYesu bungaba nani.+ 2 Tesalonika 3:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ububele obungasifanelanga+ beNkosi yethu uYesu Kristu mabube nani nonke.
20 UThixo onika uxolo+ uya kumtyumza uSathana+ kamsinya phantsi kweenyawo zenu. Ngamana ububele obungasifanelanga beNkosi yethu uYesu bungaba nani.+