Luka 22:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kodwa ndiye ndenza isikhungo+ ngenxa yakho ukuze ungatyhafi elukholweni; yaye nawe, wakubuya, bomeleze+ abazalwana bakho.” IZenzo 18:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Emva kwexesha elithile elapho wemka waya kwiindawo ngeendawo etyhutyha ilizwe laseGalati+ naseFrigiya,+ ebomeleza+ bonke abafundi.
32 Kodwa ndiye ndenza isikhungo+ ngenxa yakho ukuze ungatyhafi elukholweni; yaye nawe, wakubuya, bomeleze+ abazalwana bakho.”
23 Emva kwexesha elithile elapho wemka waya kwiindawo ngeendawo etyhutyha ilizwe laseGalati+ naseFrigiya,+ ebomeleza+ bonke abafundi.