Luka 21:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Hlalani niphaphile,+ ngoko, lonke ixesha nisenza isikhungo+ ukuze niphumelele ekubalekeni zonke ezi zinto zimiselwe ukubakho, nasekumeni phambi koNyana womntu.”+ Filipi 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 nihleli nibambelele ngokuqinileyo kwilizwi lobomi,+ ukuze ndibe nesizathu sokugcoba ngemini kaKristu,+ ngokuba ndingabalekelanga ilize okanye ndasebenza nzima ngokulilize.+
36 Hlalani niphaphile,+ ngoko, lonke ixesha nisenza isikhungo+ ukuze niphumelele ekubalekeni zonke ezi zinto zimiselwe ukubakho, nasekumeni phambi koNyana womntu.”+
16 nihleli nibambelele ngokuqinileyo kwilizwi lobomi,+ ukuze ndibe nesizathu sokugcoba ngemini kaKristu,+ ngokuba ndingabalekelanga ilize okanye ndasebenza nzima ngokulilize.+