ISityhilelo 6:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngamnye wabo wanikwa umwunduzo omhlophe;+ baza baxelelwa ukuba basaya kuphumla ithuba elincinane, lide liphelele inani labazalwana babo abangamakhoboka angamadlelane abo, ababesele beza kubulawa+ nabo njengabo. ISityhilelo 19:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ewe, unikwe ukuba avathiswe ngelinen eqaqambileyo, ecocekileyo, ecikizekileyo, kuba ilinen ecikizekileyo imela izenzo zobulungisa zabo bangcwele.”+
11 Ngamnye wabo wanikwa umwunduzo omhlophe;+ baza baxelelwa ukuba basaya kuphumla ithuba elincinane, lide liphelele inani labazalwana babo abangamakhoboka angamadlelane abo, ababesele beza kubulawa+ nabo njengabo.
8 Ewe, unikwe ukuba avathiswe ngelinen eqaqambileyo, ecocekileyo, ecikizekileyo, kuba ilinen ecikizekileyo imela izenzo zobulungisa zabo bangcwele.”+