Isaya 29:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye kuni umbono wayo yonk’ into uba njengamazwi encwadi etywiniweyo,+ abayinika lowo uwaziyo umbhalo, besithi: “Nceda, funda oku ngokuvakalayo,” kuze kufuneke yena athi: “Andikwazi, kuba utywiniwe”;+ Daniyeli 12:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yona yahlabela mgama yathi: “Hamba, Daniyeli, kuba la mazwi aya kugcinwa eyimfihlelo, atywinwe kude kube lixesha lesiphelo.+
11 Yaye kuni umbono wayo yonk’ into uba njengamazwi encwadi etywiniweyo,+ abayinika lowo uwaziyo umbhalo, besithi: “Nceda, funda oku ngokuvakalayo,” kuze kufuneke yena athi: “Andikwazi, kuba utywiniwe”;+
9 Yona yahlabela mgama yathi: “Hamba, Daniyeli, kuba la mazwi aya kugcinwa eyimfihlelo, atywinwe kude kube lixesha lesiphelo.+