ISityhilelo 16:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Enyanisweni, ngamazwi aphefumlelwe+ ziidemon nawenza imiqondiso,+ aphuma aye kookumkani+ bomhlaba omiweyo uphela,+ ukubahlanganisela ndawonye kwimfazwe+ yemini enkulu+ kaThixo uSomandla.+ ISityhilelo 17:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Baya kulwa neMvana,+ kodwa, ngenxa yokuba iyiNkosi yeenkosi noKumkani wookumkani,+ iMvana iya kuboyisa.+ Ngokunjalo, nabo babiziweyo nabanyuliweyo nabathembekileyo abakunye nayo baya koyisa nabo.”+
14 Enyanisweni, ngamazwi aphefumlelwe+ ziidemon nawenza imiqondiso,+ aphuma aye kookumkani+ bomhlaba omiweyo uphela,+ ukubahlanganisela ndawonye kwimfazwe+ yemini enkulu+ kaThixo uSomandla.+
14 Baya kulwa neMvana,+ kodwa, ngenxa yokuba iyiNkosi yeenkosi noKumkani wookumkani,+ iMvana iya kuboyisa.+ Ngokunjalo, nabo babiziweyo nabanyuliweyo nabathembekileyo abakunye nayo baya koyisa nabo.”+