ISityhilelo 22:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “‘Mna, Yesu, ndayithuma ingelosi yam ukunikela ubungqina kuni ngezi zinto kuwo amabandla. Mna ndiyingcambu+ nenzala+ kaDavide, nekhwezi eliqaqambileyo lokusa.’”+
16 “‘Mna, Yesu, ndayithuma ingelosi yam ukunikela ubungqina kuni ngezi zinto kuwo amabandla. Mna ndiyingcambu+ nenzala+ kaDavide, nekhwezi eliqaqambileyo lokusa.’”+