Daniyeli 12:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Wena ke, Daniyeli, wagcine eyimfihlelo la mazwi, uyitywine incwadi leyo,+ kude kube lixesha lesiphelo.+ Abaninzi baya kuphengulula, yaye ulwazi lokwenyaniso luya kuba luninzi.”+
4 “Wena ke, Daniyeli, wagcine eyimfihlelo la mazwi, uyitywine incwadi leyo,+ kude kube lixesha lesiphelo.+ Abaninzi baya kuphengulula, yaye ulwazi lokwenyaniso luya kuba luninzi.”+