INdumiso 97:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ukukhanya kulibengezelele ilungisa,+Nemihlali kwabo bathe tye entliziyweni.+ Isaya 11:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Aziyi kwenzakalisa+ okanye zonakalise entabeni yam yonke engcwele;+ ngenxa yokuba umhlaba ngokuqinisekileyo uya kuzaliswa kukwazi uYehova njengamanzi egubungele ulwandle.+ Isaya 58:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 kwaye uya kumnika lowo ulambileyo okunqwenelwa ngumphefumlo wakho,+ wanelise nomphefumlo oxhwalekileyo, ngokuqinisekileyo ukukhanya kwakho kuya kukhazimla nasebumnyameni, nesithokothoko sakho siya kuba njengasemini emaqanda.+ ISityhilelo 22:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Umoya+ nomtshakazi+ bathi: “Yiza!” Lowo uvayo makathi: “Yiza!”+ Lowo unxaniweyo makeze;+ lowo uthandayo makawathabathe amanzi obomi ngesisa.+
9 Aziyi kwenzakalisa+ okanye zonakalise entabeni yam yonke engcwele;+ ngenxa yokuba umhlaba ngokuqinisekileyo uya kuzaliswa kukwazi uYehova njengamanzi egubungele ulwandle.+
10 kwaye uya kumnika lowo ulambileyo okunqwenelwa ngumphefumlo wakho,+ wanelise nomphefumlo oxhwalekileyo, ngokuqinisekileyo ukukhanya kwakho kuya kukhazimla nasebumnyameni, nesithokothoko sakho siya kuba njengasemini emaqanda.+
17 Umoya+ nomtshakazi+ bathi: “Yiza!” Lowo uvayo makathi: “Yiza!”+ Lowo unxaniweyo makeze;+ lowo uthandayo makawathabathe amanzi obomi ngesisa.+