IZenzo 2:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Madoda akwaSirayeli, waveni la mazwi: UYesu umNazarete,+ indoda ekwaboniswa ngayo esidlangalaleni nguThixo kuni ngemisebenzi yamandla+ nemihlola nemiqondiso uThixo awayenzayo ngayo phakathi kwenu,+ kanye njengoko nani nisazi,
22 “Madoda akwaSirayeli, waveni la mazwi: UYesu umNazarete,+ indoda ekwaboniswa ngayo esidlangalaleni nguThixo kuni ngemisebenzi yamandla+ nemihlola nemiqondiso uThixo awayenzayo ngayo phakathi kwenu,+ kanye njengoko nani nisazi,