Daniyeli 7:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Ndaqhubeka ndibona emibonweni yasebusuku, nanko kusiza ngamafu+ amazulu uthile onjengonyana womntu;+ waza wafikelela kuNyangelemihla,+ bamsondeza ke kanye phambi Kwakhe.+ ISityhilelo 14:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yaye khangela! ndabona ilifu elimhlophe, kulo kuhleli uthile onjengonyana womntu,+ enesithsaba segolide+ entlokweni yakhe nerhengqa elibukhali esandleni sakhe.
13 “Ndaqhubeka ndibona emibonweni yasebusuku, nanko kusiza ngamafu+ amazulu uthile onjengonyana womntu;+ waza wafikelela kuNyangelemihla,+ bamsondeza ke kanye phambi Kwakhe.+
14 Yaye khangela! ndabona ilifu elimhlophe, kulo kuhleli uthile onjengonyana womntu,+ enesithsaba segolide+ entlokweni yakhe nerhengqa elibukhali esandleni sakhe.