IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 6:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 baziphawula+ ke oonyana boTHIXO oyinyaniso+ iintombi zabantu, ukuba zintle ngenkangeleko; baza bazithabathela abafazi kuzo zonke abazikhethayo.

  • Yobhi 38:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Xa amakhwezi+ amemelela kunye ngovuyo,

      Yaye bonke oonyana bakaThixo+ bakhwaza bencoma?

  • 2 Korinte 11:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ngoko ke akunto inkulu ukuba nabalungiseleli+ bakhe bazimilise okwabalungiseleli bobulungisa. Kodwa isiphelo sabo siya kuba ngokwemisebenzi yabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share