Genesis 6:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 baziphawula+ ke oonyana boTHIXO oyinyaniso+ iintombi zabantu, ukuba zintle ngenkangeleko; baza bazithabathela abafazi kuzo zonke abazikhethayo. 1 Kumkani 22:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wahlabela mgama wathi: “Ngoko ke live ilizwi likaYehova:+ Ngokuqinisekileyo ndibona uYehova ehleli etroneni yakhe+ yaye wonke umkhosi wamazulu umi ngakuye, ngasekunene nangasekhohlo kwakhe.+ Yobhi 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoku kwaba yimini oonyana boTHIXO oyinyaniso+ abangena ngayo ukuze beme ezindaweni zabo phambi koYehova,+ kwanoSathana+ wangena phakathi kwabo.+ Yobhi 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kamva kwafika imini yokuba oonyana boTHIXO oyinyaniso bangene ukuze beme ezindaweni zabo phambi koYehova, kwanoSathana wangena phakathi kwabo ukuze eme endaweni yakhe phambi koYehova.+ INdumiso 89:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba ngubani na esibhakabhakeni onokuthelekiswa noYehova?+Ngubani na onokufana noYehova phakathi koonyana bakaThixo?+ INdumiso 104:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Owenza iingelosi zakhe zibe ngoomoya,+Abalungiseleli bakhe babe ngumlilo oqwengayo.+
2 baziphawula+ ke oonyana boTHIXO oyinyaniso+ iintombi zabantu, ukuba zintle ngenkangeleko; baza bazithabathela abafazi kuzo zonke abazikhethayo.
19 Wahlabela mgama wathi: “Ngoko ke live ilizwi likaYehova:+ Ngokuqinisekileyo ndibona uYehova ehleli etroneni yakhe+ yaye wonke umkhosi wamazulu umi ngakuye, ngasekunene nangasekhohlo kwakhe.+
6 Ngoku kwaba yimini oonyana boTHIXO oyinyaniso+ abangena ngayo ukuze beme ezindaweni zabo phambi koYehova,+ kwanoSathana+ wangena phakathi kwabo.+
2 Kamva kwafika imini yokuba oonyana boTHIXO oyinyaniso bangene ukuze beme ezindaweni zabo phambi koYehova, kwanoSathana wangena phakathi kwabo ukuze eme endaweni yakhe phambi koYehova.+
6 Kuba ngubani na esibhakabhakeni onokuthelekiswa noYehova?+Ngubani na onokufana noYehova phakathi koonyana bakaThixo?+