ISityhilelo 11:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Neyesixhenxe ingelosi yavuthela ixilongo layo.+ Kwaza kwabakho amazwi amakhulu ezulwini, esithi: “Ubukumkani behlabathi buthe baba bubukumkani beNkosi+ yethu nobukaKristu+ wayo, yaye iya kulawula njengokumkani ngonaphakade kanaphakade.”+
15 Neyesixhenxe ingelosi yavuthela ixilongo layo.+ Kwaza kwabakho amazwi amakhulu ezulwini, esithi: “Ubukumkani behlabathi buthe baba bubukumkani beNkosi+ yethu nobukaKristu+ wayo, yaye iya kulawula njengokumkani ngonaphakade kanaphakade.”+