IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 8:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Waza wahlabela mgama wathi: “Yabona, ndiyakwazisa oko kuya kwenzeka ekupheleni kwesiqalekiso, ngokuba lo mbono ngowexesha elimisiweyo lesiphelo.+

  • Mika 4:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kuya kuthi ke ekupheleni kwemihla+ intaba+ yendlu+ kaYehova imiselwe ngokuqinileyo encotsheni yeentaba, yaye ngokuqinisekileyo iya kuphakanyiswa ngaphezu kweenduli;+ kwaye zonke izizwana zimele zibe ngumsinga ukuya kuyo.+

  • Mateyu 24:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Inene ndithi kuni asisayi kudlula esi sizukulwana+ zingadanga zenzeke zonke ezi zinto.

  • Roma 16:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 UThixo onika uxolo+ uya kumtyumza uSathana+ kamsinya phantsi kweenyawo zenu. Ngamana ububele obungasifanelanga beNkosi yethu uYesu bungaba nani.+

  • 2 Timoti 3:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ke, kwazi oku, ukuba ngemihla yokugqibela+ kuya kufika amaxesha amanqam ekunzima ukujamelana nawo.+

  • 2 Petros 3:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kuba niyakwazi oku kuqala, ukuba ngemihla yokugqibela+ kuya kufika abagculeli+ nokugculela kwabo, beqhubeka ngokweminqweno yabo+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share