Duteronomi 13:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Xa kuthe kwavela phakathi kwakho umprofeti+ okanye umphuphi wamaphupha,+ wakunika umqondiso okanye umhlola,+ Mateyu 24:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuba kuya kuvela ooKristu bobuxoki+ nabaprofeti bobuxoki+ yaye baya kunika imiqondiso emikhulu+ nemimangaliso ukuze balahlekise, ukuba kunokwenzeka, kwanabo banyuliweyo.+
13 “Xa kuthe kwavela phakathi kwakho umprofeti+ okanye umphuphi wamaphupha,+ wakunika umqondiso okanye umhlola,+
24 Kuba kuya kuvela ooKristu bobuxoki+ nabaprofeti bobuxoki+ yaye baya kunika imiqondiso emikhulu+ nemimangaliso ukuze balahlekise, ukuba kunokwenzeka, kwanabo banyuliweyo.+