IMizekeliso 14:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ingqina elithembekileyo aliyi kuxoka,+ kodwa ingqina lobuxoki lifutha ubuxoki.+ ISityhilelo 21:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Akukho nanye into engengcwele okanye umntu owenza into elizothe+ nolixoki+ oya kungena kuso;+ kuphela ngabo babhaliweyo kumsongo wobomi weMvana abaya kungena.+
27 Akukho nanye into engengcwele okanye umntu owenza into elizothe+ nolixoki+ oya kungena kuso;+ kuphela ngabo babhaliweyo kumsongo wobomi weMvana abaya kungena.+