2 Kronike 35:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 UYosiya akazange abujike ubuso bakhe kuye,+ kodwa wazenza+ mntu wumbi walwa naye yaye akazange awaphulaphule amazwi kaNeko+ avela emlonyeni kaThixo. Ngoko weza kulwa kwithafa elisentlanjeni yaseMegido.+ Zekariya 12:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngaloo mini siya kuba sikhulu isijwili eYerusalem, njengesijwili saseHadadrimon ethafeni lentlambo yaseMegido.+ ISityhilelo 19:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye ndabona irhamncwa+ nookumkani+ bomhlaba nemikhosi yabo behlanganisene ndawonye ukuba benze imfazwe+ nalowo uhleli ehasheni+ kunye nomkhosi wakhe.
22 UYosiya akazange abujike ubuso bakhe kuye,+ kodwa wazenza+ mntu wumbi walwa naye yaye akazange awaphulaphule amazwi kaNeko+ avela emlonyeni kaThixo. Ngoko weza kulwa kwithafa elisentlanjeni yaseMegido.+
11 Ngaloo mini siya kuba sikhulu isijwili eYerusalem, njengesijwili saseHadadrimon ethafeni lentlambo yaseMegido.+
19 Yaye ndabona irhamncwa+ nookumkani+ bomhlaba nemikhosi yabo behlanganisene ndawonye ukuba benze imfazwe+ nalowo uhleli ehasheni+ kunye nomkhosi wakhe.