Daniyeli 5:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngoko nangoko uBheleshatsare wayalela ukuba bamambese uDaniyeli ngezimfusa, bafake nentsimbi yomqala yegolide entanyeni yakhe; baza bamemeza besithi uza kuba ngumlawuli wesithathu ebukumkanini.+ Luka 16:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “Kwaye kukho umntu othile+ osisityebi, yaye wayedla ngokuvatha ezimfusa nelinen, eziyolisa imihla ngemihla ngobungangamela.+
29 Ngoko nangoko uBheleshatsare wayalela ukuba bamambese uDaniyeli ngezimfusa, bafake nentsimbi yomqala yegolide entanyeni yakhe; baza bamemeza besithi uza kuba ngumlawuli wesithathu ebukumkanini.+
19 “Kwaye kukho umntu othile+ osisityebi, yaye wayedla ngokuvatha ezimfusa nelinen, eziyolisa imihla ngemihla ngobungangamela.+