ISityhilelo 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Xa yalivulayo elesihlanu itywina, ndabona phantsi kwesibingelelo+ imiphefumlo+ yabo babulawa+ ngogonyamelo ngenxa yelizwi likaThixo nangenxa yomsebenzi wokungqina+ ababefudula benawo.
9 Xa yalivulayo elesihlanu itywina, ndabona phantsi kwesibingelelo+ imiphefumlo+ yabo babulawa+ ngogonyamelo ngenxa yelizwi likaThixo nangenxa yomsebenzi wokungqina+ ababefudula benawo.