Mateyu 24:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Baya kwandula ke abantu baninikele ekubandezelweni,+ banibulale,+ nithiywe+ ziintlanga zonke ngenxa yegama lam.+ 1 Yohane 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 singabi njengoKayin, owaphuma kulowo ungendawo waza wambulala+ ngogonyamelo umntakwabo. Yaye kwakutheni ukuze ambulale ngogonyamelo? Kwakungenxa yokuba imisebenzi yakhe yayingendawo,+ kodwa yona eyomntakwabo yayiyeyobulungisa.+
9 “Baya kwandula ke abantu baninikele ekubandezelweni,+ banibulale,+ nithiywe+ ziintlanga zonke ngenxa yegama lam.+
12 singabi njengoKayin, owaphuma kulowo ungendawo waza wambulala+ ngogonyamelo umntakwabo. Yaye kwakutheni ukuze ambulale ngogonyamelo? Kwakungenxa yokuba imisebenzi yakhe yayingendawo,+ kodwa yona eyomntakwabo yayiyeyobulungisa.+