Yeremiya 51:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Ngesiyiphilisile iBhabhiloni, kodwa ayiphiliswanga. Yishiyeni,+ yaye masihambe siye ngamnye kwilizwe lakowabo.+ Kuba umgwebo wayo unyuke wafikelela emazulwini, kwaye uphakanyiselwe ezibhakabhakeni ezinamafu.+ 1 Timoti 5:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Izono zabanye abantu zibonakala ekuhleni,+ zikhokelela ngqo ekugwetyweni, kodwa ezabanye zibonakala kamva.+
9 “Ngesiyiphilisile iBhabhiloni, kodwa ayiphiliswanga. Yishiyeni,+ yaye masihambe siye ngamnye kwilizwe lakowabo.+ Kuba umgwebo wayo unyuke wafikelela emazulwini, kwaye uphakanyiselwe ezibhakabhakeni ezinamafu.+
24 Izono zabanye abantu zibonakala ekuhleni,+ zikhokelela ngqo ekugwetyweni, kodwa ezabanye zibonakala kamva.+