Duteronomi 32:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+ INdumiso 19:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ukoyika+ uYehova kusulungekile, kumi ngonaphakade.Izigwebo+ zikaYehova ziyinyaniso;+ zingqineke zibubulungisa ngokupheleleyo.+ 1 Petros 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngapha koko, ukuba nibiza kuBawo ogweba ngokungakhethi buso+ ngokomsebenzi wakhe ngamnye, ziphatheni ngoloyiko+ ebudeni bexesha lokuhlala kwenu njengabaphambukeli.+ ISityhilelo 15:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Bavuma ingoma kaMoses+ ikhoboka likaThixo nengoma yeMvana,+ besithi: “Mikhulu kwaye iyamangalisa imisebenzi yakho,+ Yehova, Thixo Somandla.+ Zibubulungisa yaye ziyinyaniso iindlela zakho,+ Kumkani kanaphakade.+
4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+
9 Ukoyika+ uYehova kusulungekile, kumi ngonaphakade.Izigwebo+ zikaYehova ziyinyaniso;+ zingqineke zibubulungisa ngokupheleleyo.+
17 Ngapha koko, ukuba nibiza kuBawo ogweba ngokungakhethi buso+ ngokomsebenzi wakhe ngamnye, ziphatheni ngoloyiko+ ebudeni bexesha lokuhlala kwenu njengabaphambukeli.+
3 Bavuma ingoma kaMoses+ ikhoboka likaThixo nengoma yeMvana,+ besithi: “Mikhulu kwaye iyamangalisa imisebenzi yakho,+ Yehova, Thixo Somandla.+ Zibubulungisa yaye ziyinyaniso iindlela zakho,+ Kumkani kanaphakade.+