IZenzo 10:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kodwa uPetros wamphakamisa, esithi: “Sukuma; nam ngokwam ndingumntu.”+ ISityhilelo 22:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kodwa yathi kum: “Lumka! Ungakwenzi oko! Nam ndilikhoboka nje kuphela kunye nawe nabazalwana bakho abangabaprofeti+ nabo bagcina amazwi alo msongo. Nqula uThixo.”+
9 Kodwa yathi kum: “Lumka! Ungakwenzi oko! Nam ndilikhoboka nje kuphela kunye nawe nabazalwana bakho abangabaprofeti+ nabo bagcina amazwi alo msongo. Nqula uThixo.”+