Mateyu 28:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye uYesu wasondela waza wathetha kubo, esithi: “Linikwe mna lonke igunya+ ezulwini nasemhlabeni. Filipi 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ukuze egameni likaYesu agobe onke amadolo abo basezulwini nawabo basemhlabeni nawabo baphantsi komhlaba,+ 1 Timoti 6:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yona iya kubonakaliswa ngulowo okuphela kwakhe Onegunya+ nonoyolo, ngexesha lakhe elimisiweyo,+ yena onguKumkani+ wookumkani neNkosi+ yeenkosi, ISityhilelo 17:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Baya kulwa neMvana,+ kodwa, ngenxa yokuba iyiNkosi yeenkosi noKumkani wookumkani,+ iMvana iya kuboyisa.+ Ngokunjalo, nabo babiziweyo nabanyuliweyo nabathembekileyo abakunye nayo baya koyisa nabo.”+
18 Yaye uYesu wasondela waza wathetha kubo, esithi: “Linikwe mna lonke igunya+ ezulwini nasemhlabeni.
10 ukuze egameni likaYesu agobe onke amadolo abo basezulwini nawabo basemhlabeni nawabo baphantsi komhlaba,+
15 Yona iya kubonakaliswa ngulowo okuphela kwakhe Onegunya+ nonoyolo, ngexesha lakhe elimisiweyo,+ yena onguKumkani+ wookumkani neNkosi+ yeenkosi,
14 Baya kulwa neMvana,+ kodwa, ngenxa yokuba iyiNkosi yeenkosi noKumkani wookumkani,+ iMvana iya kuboyisa.+ Ngokunjalo, nabo babiziweyo nabanyuliweyo nabathembekileyo abakunye nayo baya koyisa nabo.”+