20 Laza irhamncwa+ labanjwa, kunye nalo kwabanjwa umprofeti+ wobuxoki owayesenza phambi kwalo imiqondiso+ awathi ngayo walahlekisa abo bamkela uphawu+ lwerhamncwa nabo banqula umfanekiso+ walo. Bobabini baphoswa bephila edikeni lomlilo elivutha isalfure.+