6 Akukho mntu unjengawe, owu Yehova.+
Umkhulu, negama lakho likhulu yaye linamandla.
7 Ngubani na ofanele angakoyiki, owu Kumkani weentlanga,+ kuba kukufanele ukoyikwa;
Kuba phakathi kwezilumko zonke zeentlanga naphakathi kwazo zonke izizwe zazo,
Akukho namnye unjengawe.+