IMizekeliso 21:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Nabani na ozivalayo iindlebe zakhe xa kukhala umntu osweleyoNaye uza kuthi ekhala, angaphendulwa.+ Yakobi 2:15, 16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Ukuba umzalwana okanye udade uyadlakazela* okanye ulambile, 16 kunceda ngantoni ukuba omnye wenu athi kuye, “Hamba ngoxolo, ufudumale, uhluthe,” kodwa abe engamnikanga nto?+ 1 Yohane 3:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Kodwa ke, ukuba umntu unezinto, aze xa ebona umzalwana wakhe edinga, angafuni kumnceda, angatsho njani ke loo mntu ukuba uyamthanda uThixo?+
13 Nabani na ozivalayo iindlebe zakhe xa kukhala umntu osweleyoNaye uza kuthi ekhala, angaphendulwa.+
15 Ukuba umzalwana okanye udade uyadlakazela* okanye ulambile, 16 kunceda ngantoni ukuba omnye wenu athi kuye, “Hamba ngoxolo, ufudumale, uhluthe,” kodwa abe engamnikanga nto?+
17 Kodwa ke, ukuba umntu unezinto, aze xa ebona umzalwana wakhe edinga, angafuni kumnceda, angatsho njani ke loo mntu ukuba uyamthanda uThixo?+