IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 15:7, 8
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 7 “Ukuba omnye wabantakwenu uba lihlwempu kwesinye sezixeko zenu kwilizwe akunika lona uYehova uThixo wenu, uze ungayenzi lukhuni intliziyo yakho okanye ube ligqolo kumntakwenu olihlwempu.+ 8 Uze ube nobubele kakhulu kuye,+ umboleke nantoni na ayidingayo.

  • Luka 3:11
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 11 Wayebaphendula athi: “Umntu onezambatho ezibini makaphe umntu ongenaso nesinye, nomntu onokutya makenjenjalo.”+

  • Roma 12:13
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 13 Bancedeni ngezinto abazidingayo abo bangcwele.+ Hlalani nibenzela ububele abanye abantu.+

  • Yakobi 2:15, 16
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 15 Ukuba umzalwana okanye udade uyadlakazela* okanye ulambile, 16 kunceda ngantoni ukuba omnye wenu athi kuye, “Hamba ngoxolo, ufudumale, uhluthe,” kodwa abe engamnikanga nto?+

  • 1 Yohane 4:20
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 20 Ukuba umntu uthi, “Ndiyamthanda uThixo,” kodwa abe emcaphukela umzalwana wakhe, ulixoki.+ Kaloku umntu ongamthandiyo umzalwana wakhe+ ambonayo, akanakuthanda uThixo angamboniyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share