IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 21:33-35
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 33 Emva koko ajika ahamba ngeNdlela Eya EBhashan. UOgi+ ukumkani waseBhashan waphuma nabantu bakhe bonke, waya kuwahlasela e-Edreyi.+ 34 UYehova wathi kuMoses: “Sukumoyika,+ kuba ndiza kumnikela kuwe nabo bonke abantu bakhe nomhlaba wakhe.+ Nakuye uza kwenza laa nto uyenze kuSihon ukumkani wama-Amori, obehlala eHeshbhon.”+ 35 Ngoko amaSirayeli amxabela yena noonyana bakhe, nabo bonke abantu bakhe, akwabikho mntu usindayo+ aza alithatha ilizwe lakhe.+

  • Duteronomi 3:3
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 3 Ngoko uYehova uThixo wethu wamnikela esandleni sethu uKumkani uOgi waseBhashan nabo bonke abantu bakhe yaye samxabela, de akwabikho mntu usindayo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share