1 Kronike 6:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Oonyana bakaKohati,* yayinguAminadabhi unyana wakhe, uKora+ unyana wakhe, uAsire unyana wakhe, 1 Kronike 6:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 uEliyabhi unyana wakhe, uYeroham unyana wakhe noElikana+ unyana wakhe.