1 Samuweli 16:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 USamuweli wathatha uphondo lweoli+ waza wamthambisa phambi kwabantakwabo. Umoya kaYehova waqalisa ukusebenza kuDavide ukususela loo mini.+ Emva koko uSamuweli waphakama, wahamba waya eRama.+ 1 Samuweli 17:37 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 37 UDavide waphinda wathi: “UYehova, owandisindisa kwingonyama nakwibhere, uza kundisindisa kulaa mFilisti.”+ Xa weva loo mazwi, uSawule wathi kuDavide: “Hamba, kwanga uYehova anganawe.”
13 USamuweli wathatha uphondo lweoli+ waza wamthambisa phambi kwabantakwabo. Umoya kaYehova waqalisa ukusebenza kuDavide ukususela loo mini.+ Emva koko uSamuweli waphakama, wahamba waya eRama.+
37 UDavide waphinda wathi: “UYehova, owandisindisa kwingonyama nakwibhere, uza kundisindisa kulaa mFilisti.”+ Xa weva loo mazwi, uSawule wathi kuDavide: “Hamba, kwanga uYehova anganawe.”