IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 1:1
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 1 Kwakukho indoda yaseRamatayim-tsofi*+ yommandla weentaba wakwaEfrayim.+ Igama layo lalinguElikana,+ unyana kaYeroham, unyana kaElihu, unyana kaTohu, unyana ­kaTsufi, ­umEfrayim.

  • 1 Samuweli 1:19
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 19 Bavuka ekuseni baqubuda kuYehova, emva koko babuyela endlini yabo eRama.+ UElikana wabelana ngesondo noHana umfazi wakhe, waza uYehova wamkhumbula.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share