2 Kronike 24:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 UZekariya unyana kaYehoyada+ umbingeleli wafikelwa* ngumoya kaThixo, wema ngentla kwabantu, wathi kubo: “Uthi uThixo wokwenene, ‘Kutheni nisaphula imiyalelo kaYehova nje? Anizukuphumelela! Ngenxa yokuba nimshiyile uYehova, naye uza kunishiya.’”+
20 UZekariya unyana kaYehoyada+ umbingeleli wafikelwa* ngumoya kaThixo, wema ngentla kwabantu, wathi kubo: “Uthi uThixo wokwenene, ‘Kutheni nisaphula imiyalelo kaYehova nje? Anizukuphumelela! Ngenxa yokuba nimshiyile uYehova, naye uza kunishiya.’”+