INdumiso 37:23, 24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 UYehova uyibonisa* indlela emayihambe ngayo indoda+Xa ezithanda iindlela zayo.+ 24 Nokuba ingawa, soze inkaleke phantsi,+Kuba uYehova uyibamba ngesandla.+ 2 Korinte 4:8, 9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Sicinezelwe zizinto ezininzi kodwa asixinekanga ukuba side singakwazi ukushukuma; sibhidekile kodwa loo nto ayithethi kuthi asinayo tu indlela yokuphuma;*+ 9 siyatshutshiswa, kodwa asilahlwanga;+ siphoswa phantsi, kodwa asitshatyalaliswa.+
23 UYehova uyibonisa* indlela emayihambe ngayo indoda+Xa ezithanda iindlela zayo.+ 24 Nokuba ingawa, soze inkaleke phantsi,+Kuba uYehova uyibamba ngesandla.+
8 Sicinezelwe zizinto ezininzi kodwa asixinekanga ukuba side singakwazi ukushukuma; sibhidekile kodwa loo nto ayithethi kuthi asinayo tu indlela yokuphuma;*+ 9 siyatshutshiswa, kodwa asilahlwanga;+ siphoswa phantsi, kodwa asitshatyalaliswa.+