INdumiso 91:11, 12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Kaloku uza kuziyalela iingelosi zakhe+Ukuba zikugade kuzo zonke iindlela zakho.+ 12 Ziza kukuthwala ngezandla,+Ukuze unyawo lwakho lungabetheki elityeni.+
11 Kaloku uza kuziyalela iingelosi zakhe+Ukuba zikugade kuzo zonke iindlela zakho.+ 12 Ziza kukuthwala ngezandla,+Ukuze unyawo lwakho lungabetheki elityeni.+