IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 51:2
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  2 Ndihlambisise kwisiphoso sam,+

      Undicoce nakwisono sam.+

  • Isaya 1:18
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 18 “Khanize silungise izinto phakathi kwethu,” utsho uYehova.+

      “Nangona izono zenu zibomvu njengegazi,

      Ziza kwenziwa mhlophe ­njengekhephu;+

      Nangona zibomvu njengelaphu elibomvu krwe,

      Ziza kuba mhlophe njengoboya.

  • 1 Yohane 1:7
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 7 Kodwa ke, ukuba sihamba ekukhanyeni njengokuba naye esekukhanyeni, siza kuba simanyene, yaye igazi loNyana wakhe uYesu liza kuzihlamba zonke izono zethu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share