1 Samuweli 12:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Ngenxa yegama lakhe elikhulu,+ uYehova akazukubalahla abantu bakhe,+ kuba uYehova uzimisele ukunenza abantu bakhe.+ INdumiso 37:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Kuba uYehova uthanda ubulungisa,Ibe akazukubalahla abo banamathela kuye.+ ע [Ayin] Baza kusoloko begadiwe;+Kodwa inzala yabenzi-bubi iza kutshatyalaliswa.+ Hebhere 13:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Indlela eniphila ngayo mayibonise ukuba aningobathandi bemali,+ naneliseke zizinto eninazo.+ Kuba uThixo uthe: “Soze ndinishiye, ndingasoze ndinilahle.”+
22 Ngenxa yegama lakhe elikhulu,+ uYehova akazukubalahla abantu bakhe,+ kuba uYehova uzimisele ukunenza abantu bakhe.+
28 Kuba uYehova uthanda ubulungisa,Ibe akazukubalahla abo banamathela kuye.+ ע [Ayin] Baza kusoloko begadiwe;+Kodwa inzala yabenzi-bubi iza kutshatyalaliswa.+
5 Indlela eniphila ngayo mayibonise ukuba aningobathandi bemali,+ naneliseke zizinto eninazo.+ Kuba uThixo uthe: “Soze ndinishiye, ndingasoze ndinilahle.”+