INdumiso 37:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kuba uYehova ngumthandi wokusesikweni,+Yaye akayi kubashiya abanyanisekileyo bakhe.+ע [ʽAʹyin]Ngokuqinisekileyo baya kulindwa ukusa kwixesha elingenammiselo;+Kodwa yona inzala yabo bangendawo iya kunqunyulwa.+ INdumiso ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 37:28 Sondela KuYehova, iphe. 285-288
28 Kuba uYehova ngumthandi wokusesikweni,+Yaye akayi kubashiya abanyanisekileyo bakhe.+ע [ʽAʹyin]Ngokuqinisekileyo baya kulindwa ukusa kwixesha elingenammiselo;+Kodwa yona inzala yabo bangendawo iya kunqunyulwa.+