INdumiso 149:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 USirayeli makavuyiswe nguMenzi wakhe Ozukileyo;+Oonyana beZiyon mabonwabe ngenxa kaKumkani wabo.