IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 100:3
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  3 Yazini* ukuba uYehova nguThixo.+

      Nguye owasidalayo, yaye singabakhe.*+

      Thina singabantu bakhe neegusha zedlelo lakhe.+

  • Isaya 54:5
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  5 “Kuba uMenzi wakho Ozukileyo+ ufana nomyeni wakho,*+

      Igama lakhe nguYehova wemikhosi,

      Ibe Lowo Ungcwele kaSirayeli nguMhlawuleli wakho.+

      Uza kubizwa ngokuba nguThixo womhlaba wonke.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share