-
IZenzo 2:25-28IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
25 Kuba uDavide uthi ngayo, ‘UYehova* uhlala ephambi kwam,* kuba ungasekunene kwam ukuze ndingaze ndigungqiswe. 26 Le nto yayivuyisa intliziyo yam ndaza ndathetha ndivuya kakhulu. Ndiza kuhlala ndinethemba; 27 ngenxa yokuba awuzukundishiya engcwabeni,* ungazukumvumela abone ukonakala lowo ukukhonza ngokungagungqiyo.+ 28 Undibonisile indlela eya ebomini, ndiza kuvuya kakhulu xa ndinawe.’+
-